Romans 11:32 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba utixo ebavalele ndawonye kwa bonke kuko ukungeva, ukuze abe nobubele ngakubo bonke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba uThixo ubavalele ndawonye entsweleni-kuva bonke, ukuze abenzele inceba bonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba kaloku uThixo ubavalele ndawonye entsweleni-kuva bonke, ukuze abenzele inceba bonke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku uThixo wabaquka bonke abantu ekungamthobelini, ukuze abenzele inceba xa bebonke.