Romans 11:35 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
umhlaumbi ngubanina ompangeleyo ngokupa, kuze kubuye kuvuzwe yena?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngubani na khona owayinikayo ngenxa engaphambili, kwaza kwabuyekezwa kuye?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngubani na khona owayinikayo ngenxa engaphambili, kwaza kwabuyekezwa kuye?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngubani khona owakha wayiboleka nto, waza wabuyekezwa ngayo?”