Romans 11:36 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kuba into zonke zivela kuye, zingaye, zingenxa yake: kwa kuye makubeko ubungcwalisa kude kube ngunapakade. Amene.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba ziphuma kuyo ke, zikho ngayo, zikholo yona, zonke ezo zinto. Malube kuyo uzuko, kude kube ngunaphakade. Amen.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba ziphuma kuyo ke, zikho ngayo, zikholo yona, zonke ezo zinto. Malube kuyo uzuko, kude kube ngunaphakade. Amen.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku zonke izinto ziphuma kuyo iNkosi, zikho ngayo, zikholo yona. Mayidunyiswe ke iNkosi kude kube ngunaphakade! *Amen.