Romans 11:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ukuba kungofefe, akusengayo imisebenzi; okanye ufefe alubi selulo ufefe: kodwa ukuba kungayo imisebenzi, akuseko ufefe; okanye umsebenzi awusenguwo umsebenzi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba ke kungobabalo, akusengamisebenzi; okanye ubabalo alungebi saba lubabalo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba ke kungobabalo, akusengamisebenzi; okanye ubabalo alungebi saba lubabalo. Ukuba ke kungokwasemisebenzini, akuselubabalo; okanye umsebenzi awusengumsebenzi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Lona lachongwa nguThixo ngokwesisa sakhe, elibabala, engalinyuli ngenxa yezenzo zalo. Kaloku ukuba uThixo wayenyula abantu ngokwezenzo zabo, isisa sakhe asingebi saba sisisa.