Romans 11:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yinina pofu? Oko bakufunayo o‐Sirayeli, oku abakuzuzanga; kodwa abaluqashwa bakuzuza; bati abaseleyo baba lukuni,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuthiweni na ngoko? Kuthiwe, Khona oko akungxameleyo amaSirayeli akakufumananga; ke abanyuliweyo bakufumana, bathi ke abanye baqaqadekiswa;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuthiweni na ke ngoko? uSirayeli akakufumananga oko abekufuna; ke abanyuliweyo bakufumana, bathi ke abanye baqaqadekiswa
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kúthiweni ke ngoko? Makuthiwe amaSirayeli akayifumananga into awayeyizondelele. Kodwa iqaqobana elichongwe nguThixo layifumana, aza ke wona amanye aqaqadekiswa,