Romans 12:20 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako xeshekweni utshaba lwako lulambayo, lufunzele; xeshekweni lunxanwayo, luseze: ngokuba usenje njalo uya kufumba amalahle omlilo pezu kwentloko yalo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngoko ke, ukuba utshaba lwakho lulambile, luphe ludle;ukuba lunxaniwe, luseze; kuba ngokwenjenjalo ke, woba ufumba amalahle omlilo phezu kwentloko yalo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngoko ke, ukuba utshaba lwakho lulambile, luphe ludle; ukuba lunxaniwe, luseze; kuba ngokwenjenjalo ke, woba ufumba amalahle omlilo phezu kwentloko yalo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku iziBhalo zikwatsho nokuthi: “Ukuba utshaba lwakho lulambile, luphe into etyiwayo; ukuba lunxaniwe, luphe into eselwayo; kuba ngokwenjenjalo ke, woba uluvisa udano, khon' ukuze luguquke.”