Romans 13:1 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
MAYITI yonke imipefumlo ilulamele kumagunya apezulu kuyo: ngokuba kungeko gunya, kupela elivela kutixo; lomagunya akoyo amisiwe ngutixo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yonke imiphefumlo mayiwalulamele amagunya awongamileyo.Kuba akukho gunya lingelilo elivela kuThixo; amagunya ke akhoyo amiswe nguThixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yonke imiphefumlo mayiwalulamele amagunya awongamileyo. Kuba akukho gunya lingelilo elivela kuThixo; amagunya ke akhoyo amiswe nguThixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wonke umntu makathobele abasemagunyeni, kuba akukho gunya lingaveli kuThixo. Amagunya akhoyo amiselwe nguThixo.