Romans 13:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nako oku masikwenze, silazi ixesha nje, lokokuba lise lilixeshana lokuba sivuke ebutongweni: ngokuba kaloku nje usindiswa lukufupi kuti ngakumbi kokuya saba ngamakolwa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke oko masikwenze, silazi nje ixesha eli, ukuba lilixa lokuba ngoku sivuke ebuthongweni; kuba ngoku usindiso lukufuphi kuthi, kunokuya saqalayo ukukholwa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke oko masikwenze, silazi nje ixesha eli, ukuba lilixa ngoku lokuba sivuke ebuthongweni; kuba ngoku usindiso lukufuphi kuthi, kunokuya saqalayo ukukholwa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Masenjenjalo ke, sisazi nje ukuba eli selilixesha lokuba sivuke ebuthongweni. Kaloku usindiso lukufuphi kuthi ngoku kunasekuqaleni kwethu ukukholwa.
Recommended Reading