Romans 13:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako oko nifanelwe kukuba nilulamele, kungengenxa yomsindo kodwa, kungenxa yesazeliso kanjako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kungoko ndithi, kufuneka ukulilulamela, ningakwenzi oko ngenxa yengqumbo yodwa, nikwenze nangenxa yesazela.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kungoko ndithi, kufuneka ukulilulamela, ningakwenzi oko ngenxa yengqumbo yodwa, nikwenze nangenxa yesazela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke bathobeleni abasemagunyeni, ingengakuba nisoyika isohlwayo kuphela, kodwa nangenxa yokuhlonela uThixo.