Romans 13:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ningabi netyala lanto emntwini, kupela libe lelokutandana; ngokuba otandayo omnye umntu efezile umteto.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Musani ukuba natyala lanto mntwini, lingelilo elokuthandana; kuba omthandayo omnye uzalise umthetho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Musani ukuba natyala lanto mntwini, lingelilo elokuthandana; kuba omthandayo omnye uzalise umthetho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Musani ukuba natyala lanto mntwini, lingelilo elokuthandana. Kaloku omthandayo omnye uwuthobele ngokupheleleyo umthetho.