Romans 14:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa wena, yinina ukuba ugwebe umzalwana wako? kanjalo nawe, yinina ukuba udele umzalwana wako? ngokuba siya kuti sonke sime pambi kwesihlalo sokugweba sika‐Kristu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke wena, yini na ukuba umgwebe umzalwana wakho? Hi wena, yini na ukuba umenze into engeyakonto umzalwana wakho? Kuba thina siya kuma sonke phambi kwesihlalo sokugweba sikaKristu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke wena, yini na ukuba umgwebe umzalwana wakho? Yini na ukuba umenze into engeyakonto umzalwana wakho? kuba siya kuma sonke phambi kwesihlalo sokugweba sikaKristu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wena ke, yini ukuba umgwebe uwenu? Ke wena, yini na ukuba umdele uwenu? Kaloku sonke siya kuma enkundleni kaThixo,