Romans 14:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba kuba̔liwe ukuti: Ndihleli nje, utsho uyehova, otoba kum onke amadolo, zenze imvumo kutixo zonke ilwimi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba kubhaliwe kwathiwa, Ndihleli nje mna, itsho iNkosi, aya kugoba kum onke amadolo, Zidumise uThixo zonke iilwimi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba kubhaliwe kwathiwa, Ndihleli nje mna, itsho iNkosi, aya kugoba kum onke amadolo, Zidumise uThixo zonke iilwimi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kuba *iziBhalo zithi: “Ndingophilayo nje, itsho iNkosi, aya kugoba kum onke amadolo, zimdumise uThixo zonke iilwimi.”