Romans 14:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokuba ubukumkani bukatixo bungekukutya nokusela, bububulungisa, noxolo, novuyo kumoya oyingcwele.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba ubukumkani bukaThixo abukukudla nakusela; bubulungisa noxolo novuyo kuMoya oyiNgcwele.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kaloku ubukumkani bukaThixo abukukudla nakusela; bubulungisa, noxolo, novuyo kuMoya oyiNgcwele.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku ukukholisa uThixo akungakutya nakusela; kodwa kukwenza ubulungisa, sinoxolo novuyo, silawulwa nguMoya oyiNgcwele.