Romans 14:18 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba oti kwezizinto akonze u‐Kristu, ekolekile kutixo, enokubukwa nangabantu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba omkhonzayo uKristu kwezo zinto, ukholekile kakuhle kuye uThixo; ucikidekile nakubo abantu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba omkhonzayo uKristu kwezo zinto, ukholekile kakuhle kuye uThixo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Owenjenjalo ke ukhonza uKrestu, ukholekile kuThixo, waye usulungekile emehlweni abantu.