Romans 14:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Omnye uyakolwa kukuba angatya into zonke: yena kodwa obutataka uyatya imifuno.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Omnye okunene uyakholwa ukuba angazidla izinto zonke; kodwa yena oswele amandla udla imifuno yodwa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Omnye ukholwa ukuba angazidla izinto zonke; kodwa yena oswele amandla udla imifuno.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Omnye ukholo lwakhe lumvumela ukuba atye nakuphi na ukutya, kodwa yena okholo lubuthathaka utya imifuno kuphela.