Romans 14:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kulungile ukuba ungatyi inyama, nokuba ungaseli iveyine, nokuba ung enzi nto ati ngayo umzalwana wako aku̔bekiswe, umhlaumbi axakaniswe, umhlaumbi abe butataka.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuhle ukuba ungadli nyama, ungaseli wayini, ungenzi nto angabetheka kuyo umzalwana wakho, akhubeke kuyo, aswele amandla okuzigcina.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kulungile ukuba ungatyi nyama, ungaseli wayini, nokuba ungamkhubekisi umzalwana wakho, nokuba akhubeke, nokuba buthathaka.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kulungile ukuba ungatyi nyama, ungaseli tywala, ungenzi nantoni na engámkhubekisayo umwenu.