Romans 14:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ungubanina wena ugwebayo isicaka somnye? kukuyo eyaso inkosi ukuma kwaso umhlaumbi ukuwa kwaso. Kodwa siya kumiswa; ngokuba utixo enamandla ukusimisa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ungubani na wena ugweba isicaka somnye? Ukuma kwaso, nokuba kukuwa kwaso, kusenkosini yaso. Siya kuma ke; kuba uThixo unako ukusimisa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ungubani na wena ugweba isicaka somnye? Ukuma kwaso, nokuba kukuwa kwaso, kusenkosini yaso, ewe, uya kuma, kuba uThixo unako ukummisa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yini na wena ukuba usigwebe isicaka somnye? Kaloku siya kugwetywa yinkosi yaso. Kanti notyayo akayi konakalelwa nto, kuba iNkosi inako ukumgcina.