Romans 14:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba naxeshekweni sidlayo ubomi, sibudlela inkosi; naxeshekweni sifayo, sifela inkosi: ngako nokuba siyadla ubomi, nokuba siyafa, singa benkosi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba nokuba sithi sidle ubomi, sibudlela iNkosi; nokuba sithi sife, sifela iNkosi. Ngoko ke, nokuba sithi sidle ubomi, nokuba sithi sife, singabeNkosi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba nokuba sithi sidle ubomi, sibudlela iNkosi; nokuba sithi sife, sifela iNkosi. Ngoko ke, nokuba sithi sidle ubomi, nokuba sithi sife, singabeNkosi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku nokuba sidla ubomi, siphilela iNkosi, nokuba siyafa, sifela iNkosi. Ngoko ke nokuba sidla ubomi, nokuba siyafa, singabeNkosi.