Romans 14:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ngenxa yoku u‐Kristu wafa, wavuka, wabuya wapila, ukuba abe yinkosi neyabafileyo neyabahleliyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba uKristu wafa, wabuya wavuka, wabuya wadla ubomi, ngenxa yoku, ukuze aphathe ubukhosi kwabafileyo, kwanakwabaphilileyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba uKristu wafa, wabuya wavuka, wabuya wadla ubomi, ngenxa yoku, ukuze aphathe ubukhosi kwabafileyo, kwanakwabaphilileyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kuba kaloku uKrestu wafa, wabuya wadla ubomi, ngenjongo yokuba abe yiNkosi yabafileyo nabaphilayo.