Romans 15:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nakanjako, u‐Yisaya uti: Kwobako ingcambo ka‐Jese, novukayo ukuba yinkosi pezu kwabaheyideni; kwa kuyo yona abaheyideni baya kutemba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kananjalo uIsaya uthi, Liya kubakho iHlumelo likaYese; Uya kuvela oya kulawula iintlanga; Ziya kuthembela kuye iintlanga.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kananjalo uIsaya uthi, Liya kubakho iHlumelo likaYese; Uya kuvela oya kulawula iintlanga; ziya kuthembela kuye iintlanga.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kananjalo noIsaya uthi: “Liya kubakho iHlumelo likaJese. Uya kuvela oya kulawula iintlanga. Ziya kuthembela kuye izizwe.”