Romans 15:20 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ndizamela kodwa ukuba ndenje nje ukuyishumayela, kungabi lapo u‐Kristu wa sele kankanyelwa kona, ukuze ndingaki pezu kwokuseka kwomnye umntu;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndenjenjalo ke ukuzondelela ukushumayela iindaba ezilungileyo; kungekhona apho uKristu wakhankanywayo, ukuze ndingakhi phezu kwesiseko somnye;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndenjenjalo ke ukuzondelela ukushumayela iindaba ezilungileyo; kungekhona apho uKristu wakhankanywayo, ukuze ndingakhi phezu kwesiseko somnye;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndihlala ndizimisele ukushumayela iindaba ezimnandi apho kungekaviwa nto khona ngoKrestu, ukuze ndingakhi phezu kwesiseko somnye,