Romans 15:21 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
koko, njengokuba kuba̔liwe: Abo kwakungatyelwanga nto ngaye kubo baya kubona; nabo bangevanga baya kuqonda.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kube njengokuba kubhaliwe, kwathiwa, Abo bangabikelwanga nto ngaye, baya kubona; Nabo bangevanga nto, baya kuqonda.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
kube njengokuba kubhaliwe kwathiwa, Abo bangabikelwanga nto ngaye, baya kubona; nabangevanga nto baya kuqonda.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kodwa kube njengoko *iziBhalo zitshoyo ukuthi: “Abo bangaxelelwanga nto ngaye, baya kubona; nabo bengevanga nto, baya kuqonda.”