Romans 15:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
bati ke abaheyideni badumise utixo ngenxa yobubele bake; njengokuba kuba̔liwe ukuti: Ngenxa yoku ndobulela kuwe pakati kwabaheyideni, ndicule egameni lako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
zithi ke iintlanga zimzukise uThixo ngenxa yenceba yakhe, njengokuba kubhaliwe kwathiwa, Ngenxa yoko, ndiya kukudumisa phakathi kweentlanga, Ndilibethele uhadi igama lakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
zithi ke iintlanga zimzukise uThixo ngenxa yenceba yakhe; njengokuba kubhaliwe kwathiwa, Ngenxa yoko, ndiya kukudumisa phakathi kweentlanga, Ndilibethele uhadi igama lakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngokunjalo uKrestu wayenza le nto ukuze neentlanga zimdumise uThixo ngenxa yenceba yakhe, njengoko *iziBhalo zitshoyo ukuthi: “Ngenxa yoko ndiya kukudumisa phakathi kweentlanga, ndiliculele indumiso igama lakho.”