Romans 16:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bulisani u‐Tirifena no‐Tirifosa, abasebenzayo enkosini. Bulisani u‐Perisi otandiweyo, owasebenzayo kakulu enkosini.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bulisani kuTrifena noTrifosa, abo babulalekayo emsebenzini weNkosi. Bulisani kuPersi, intanda, yena wabulalekayo kakhulu emsebenzini weNkosi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Imibuliso kuTrifena noTrifosa, abo babulalekayo eNkosini. Bulisani kwintanda yakhe kuPersi, lowo wabulalekayo kakhulu eNkosini.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Imibuliso kuTrifena noTrifosa abayisebenzele kangaka iNkosi. Ndibuliseleni kuPersi othandekayo, obulaleke gqitha emsebenzini weNkosi.