Romans 16:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bulisani u‐Rufusi oqashiweyo enkosini, na lowo u ngunina wake nowam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bulisani kuRufo onyuliweyo waseNkosini, nonina, uma.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Imibuliso kuRufo onyuliweyo waseNkosini, nonina, uma.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Imibuliso kuRufo umnyulwa weNkosi, nakunina, onjengomama kum.