Romans 16:26 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ete kodwa yabonakaliswa kaloku nje, yaziswa ngazo iziba̔lo zabaprofite, njengokwomyolelo wake utixo ongunapakade, kuzo zonke intlanga kube kukuva kwokolo:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
eyaziswayo kanjalo ngezibhalo zabaprofeti ngokommiselo kaThixo ongunaphakade, ukuba kubekho ukulululamela ukholo, kuzo zonke iintlanga:
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngoku ke ibonakalisiwe, nangezibhalo zabaprofeti, ngokomthetho kaThixo ongunaphakade, yabonakalaliswa kuzo zonke iintlanga, ukuze lumlulamele ukholo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoku ke ibonakalisiwe. Yile mfihlakalo ke yayixelwa zizibhalo *zabashumayeli. Babesenjenjalo ngokuyalelwa nguThixo ohlala ehleli. Lo myalelo uThixo uwenze ukuze kubekho abakholiweyo nabamthobelayo kuzo zonke iintlanga.