Romans 16:27 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kutixo okupela kwolumkileyo, ngaye u‐Yesu Kristu, okuye makubeko ubungcwalisa kude kube ngunapakade. Amene.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kuThixo olumke yedwa, ngaye uYesu Kristu, malubekho uzuko kude kube ngunaphakade. Amen.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
kuThixo olumke yedwa, ngaye uYesu Kristu, malubekho uzuko kude kube ngunaphakade. Amen. (Yabhalelwa amaRoma eseKorinte, yaza yathunyelwa nguFebhi umkhonzi webandla laseKenkreya.)
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke uThixo uSobulumko makadunyiswe kude kube ngunaphakade ngenxa kaYesu Krestu. *Amen.