Romans 16:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bulisani u‐Mariya, owasisebenzela kakulu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bulisani kuMariya, yena wabulalekayo kakhulu ngenxa yenu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bulisani kuMariya, yena wabulalekayo kakhulu ngenxa yethu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
nindibulisele nakuMariya owabulaleka kakhulu ngenxa yenu.