Romans 16:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bulisani u‐Andronike no‐Juniyasi, izalamane zam, namabanjwa kunye nam, abadumileyo pakati kwabapostile, aba?-?beku‐Kristu pambili kum kanjalo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bulisani kuAndroniko noYuniya, imizalwane yam nabathinjwa ndawonye nam, bona badumileyo phakathi kwabapostile, kanjalo baba kuKristu ngaphambi kwam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Imibuliso kuAndroniko noYuniya, imizalwane yam nabathinjwa ndawonye nam, bona badumileyo phakathi kwabapostile, kanjalo baba kuKristu ngaphambi kwam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Imibuliso kuAndroniko noJuniya, amawethu awayebanjwe kunye nam. Bona baxatyisiwe kakhulu *ngabathunywa bakaKrestu, kwaye bâkholwa kuKrestu ngaphambi kwam.