Romans 2:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kodwa kwobako ubungcwalisa, nembeko, noxolo, kubo bonke abakwenza okulungileyo, kwa kuwo ama‐Juda kuqala, nakuwo ama‐Girike:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kubekho uzuko ke, nembeko, noxolo, kubantu bonke abasebenza okulungileyo, kumYuda ukuqala, kwanakumGrike.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
kubekho uzuko ke, nembeko, noxolo, kubantu bonke abasebenza okulungileyo, kumYuda ukuqala, kwanakumGrike.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kuya kubakho isidima newonga noxolo kubantu bonke abenza okulungileyo, kumJuda kuqala kwanakowolunye uhlanga ngokunjalo.