Romans 2:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba bonke abonileyo bengenamteto beya kububa kwa bengenamteto; kanjako bonke abonileyo bepantsi kwomteto baya kugwetywa ngomteto:—
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba bonke abonileyo bengenamthetho, baya kutshabalala ngokunjalo bengenamthetho; nabo bonke abonileyo benomthetho, baya kugwetywa ngomthetho;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba bonke abonileyo bengenamthetho, baya kutshabalala ngokunjalo bengenamthetho; nabo bonke abonileyo benomthetho, baya kugwetywa ngomthetho;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bonke abonileyo bengekho phantsi *komthetho kaMosis, baya kutshabalala bengaphandle kwawo; nabo bonke abonileyo bephantsi komthetho kaMosis, baya kugwetywa ngawo.