Romans 2:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kangela, wena uyabizwa ngokuti ungum‐Juda, uyayama pezu kwomteto, uyaqa̔yisa kutixo,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uyabona, wena unegama lokuba ungumYuda, wayame ngomthetho;uqhayisa ngoThixo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uyabona, wena unegama lokuba ungumYuda, wayame ngomthetho, uqhayisa ngoThixo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uyabona wena unegama lobuJuda, wayame *ngomthetho kaMosis; uqhayisa ngoThixo;