Romans 2:24 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba igama likatixo ligxekwa pakati kwabaheyideni ngenxa yenu, njengokuba kuba̔liwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba igama likaThixo linyeliswa ngenxa yenu phakathi kwazo iintlanga, njengoko kubhaliweyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kaloku igama likaThixo linyeliswa ngenxa yenu phakathi kweentlanga, njengoko kubhaliweyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Kuba igama likaThixo linyeliswa ngenxa yenu phakathi kweentlanga,” njengoko zitshoyo *iziBhalo.