Romans 2:26 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Xeshekweni ngoko onokungaluki ayibamba imimiso yomteto, ukungaluki kwake akuyi kubalwa na ngokuba kukwaluka?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngoko ke, ukuba ongalukileyo uthi azigcine izimiselo zomthetho, akuyi kuthi na ukungaluki kwakhe kubalelwe ekuthini kukwaluka?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngoko ke, ukuba ongalukileyo uthi azigcine izimiselo zomthetho, akuyi kuthi na ukungaluki kwakhe kubalelwe ekuthini kukwaluka?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba umntu ongalukanga uyayigcina imimiselo yomthetho, uThixo uya kuthi ukungaluki kwakhe kukwaluka.