Romans 2:29 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
koko engum‐Juda, lowo unguye ngokupakati; nokwaluka kukokwentliziyo, emoyeni, kungesegameni; okukudunyiswa kungaveli ebantwini, kuvela kutixo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
umYuda ngulowo wasemfihlekweni, nolwaluko lolwentliziyo ngomoya, kungengantetho: yena ukudunyiswa kwakhe kungaphumi bantwini, kuphuma kuThixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
umYuda ngulowo wasemfihlekweni; Ulwaluko lolwentliziyo ngomoya, kungengantetho; lowo ukudunyiswa kwakhe kungaphumi bantwini, kuphuma kuThixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UmJuda ngulowo ungumJuda ngokwangaphakathi, nolwaluko lolwentliziyo ngoMoya kaThixo, kungabi ngammiselo nje. Umntu onjalo ke ukholekile kuThixo, nangona angànconywayo ngabantu.
Recommended Reading