Romans 2:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nawe, mntundini! ubagwebayo abo bazenza izinto ezinjalo, xa uzenza kwa zona, uyatelekelelisa oku na, ukuba uya kusinda emgwetyweni katixo?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ucinga na ke, mntundini ugweba abo bazenzayo izinto ezinjalo, ube usenza kwazona nawe, ukuthi, uya kusisaba na wena isigwebo sikaThixo?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ucinga na ke, mntundini ugweba abo bazenzayo izinto ezinjalo, ube usenza kwazona nawe, ukuthi, uya kusisaba na wena isigwebo sikaThixo?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wena kanye, mntundini ubagwebayo abo bazenzayo izinto ezinjalo, wenza kwaezo zinto. Uba ke wena uThixo akayi kukugweba na?