Romans 2:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
uyabudela kusinina ubutyebi bobubele bake nonyamezelo lwake nokuzeka kade kwake; ungazi ukuba ububele bukatixo buyakukokela eluguqukweni?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Okanye uyabudela na ubutyebi bobubele bakhe, nonyamezelo, nokuzeka kade umsindo; ungazi ukuba ububele bukaThixo bukusa enguqukweni?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Okanye uyabudela na ubutyebi bobubele bakhe, nonyamezelo, nokuzeka kade umsindo; ungazi ukuba ububele bukaThixo bukusa enguqukweni?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Okanye ubudelile ububele bakhe obukhulu, nokunyamezela kwakhe, nokuza kade komsindo wakhe? Akwazi na ukuba bububele bukaThixo obukusa enguqukweni?