Romans 3:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ummizo wabo ulincw̔aba elivulekileyo; bate ngelwimi zabo benza inkohliso; ubuhlungu bamar̔amba bupantsi kwemilomo yabo:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Lingcwaba elivulekileyo umqala wabo, Ngeelwimi zabo bamana ukukhohlisa. Ubuhlungu bamaphimpi buphantsi kwemilebe yomlomo wabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Lingcwaba elivulekileyo umqala wabo; Ngeelwimi zabo bamana ukukhohlisa; Ubuhlungu bephimpi buphantsi komlomo wabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yinto ebolileyo intetho yabo; ngeelwimi zabo bahlala bekhohlisa. Amazwi emilebe yabo abubuhlungu benyoka;