Romans 3:19 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku siyazi ukuba zonke izinto uzitshoyo umteto, uyaziteta kwabo bapantsi kwomteto; ukuze yonke imilomo ivingcwe, nalo lonke ilizwe limelwe kukugweba kukatixo:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Siyazi ke ukuba izinto zonke ozithethayo umthetho, uzithetha kwabaphantsi komthetho; ukuze imilomo yonke ivingcwe, nehlabathi lonke libe netyala kuThixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Siyazi ke ukuba izinto zonke ozithethayo umthetho, uzithetha kwabaphantsi komthetho; ukuze imilomo yonke ivingcwe, nehlabathi lonke libe netyala kuThixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Siyazi ke ukuba konke okuthethwa ngumthetho, kuwiselwa abaphantsi komthetho; ukuze bonke basikwe umlomo, nehlabathi lonke lifumaneke linetyala kuThixo.