Romans 3:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kuninzi ngendawo zonke: okona kukulu, kukuba kwabekelwa kubo amazwi katixo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kukhulu, ngeendlela zonke. Kuba ke, ukuqala, baphathiswa izihlabo zikaThixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kukhulu, ngeendlela zonke. Kuba ke, ukuqala, baphathiswa izihlabo zikaThixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Lulunge kakhulu, ngeendlela zonke. Okokuqala uThixo ugcinise udaba lwakhe kuwo amaJuda.