Romans 3:22 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kwa ubulungisa bukatixo ngalo ukolo luka‐Yesu Kristu ngakubo bonke napezu kwabo bonke abakolwayo; ngokuba kungeko ukwahluka:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ubulungisa ke bukaThixo, obungokukholwa kuYesu Kristu, bube bobabo bonke, buphezu kwabo bonke abakholwayo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ubulungisa ke bukaThixo, obungokukholwa kuYesu Kristu, bube bobabo bonke, buphezu kwabo bonke abakholwayo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yona kukukholwa nokuzinikela kuYesu Krestu. UThixo ubenza amalungisa bonke abakholwayo kuYesu, kuba akanamkhethe.