Romans 3:25 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ate utixo wambeka ngapambili ukuba sisihlaulelo ngalo ukolo egazini lake, kube kukubonakaliswa kwobulungisa bake, ngenxa yokuyekelwa kwezono ezibe zenziwe pambili, ekunyamezeleni kukatixo;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
athe uThixo wammisa, ukuba abe sisicamagushelo ngegazi lakhe, ngako ukukholwa, ukuze bubonakalaliswe ubulungisa bakhe ngenxa yokuyekelelwa kwezono ezibe zenziwe ngenxa engaphambili, ekunyamezeleni kukaThixo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
athe uThixo wammisa, ukuba abe sisicamagushelo ngegazi lakhe, ngako ukukholwa, ukuze bubonakalaliswe ubulungisa bakhe ngenxa yokuyekelelwa kwezono ezibe zenziwe ngenxa engaphambili, ekunyamezeleni kukaThixo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UThixo wammisela uYesu ukuba abe lidini lokungxengxezela izono zabakholwayo. Ukufa kwakhe yindlela uThixo abenza ngayo amalungisa abantu. Kumaxesha adlulileyo uThixo wazibamba akabagweba aboni;