Romans 3:28 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Siyatelekelelisa ngoko, ukuba umntu uyagwetyelwa lukolo ngapandle kwemisebenzi yomteto.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngoko ke sigqiba kwelithi, umntu ugwetyelwa ngokholo, kungekho misebenzi yamthetho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngoko ke sigqiba kwelithi, umntu ugwetyelwa ngokholo, kungekho misebenzi yamthetho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kuba kaloku sigqibe kwelithi uThixo wenza abantu babe ngamalungisa ngokholo, kungengakuthobela kwabo umthetho.