Romans 3:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwanga kungebe njalo! makabe yinene utixo, nakuba bonke abantu bengamaxoki; njengokuba kuba̔liwe ukuti: Ukuze ube ugwetyelwa ezitetweni zako, weyise ekumenyweni kwako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nakanye! UThixo yena makabe nenyaniso, bonke abantu ke babe ngamaxoki; njengokuba kubhaliwe kwathiwa, Ukuze ube nokugwetyelwa emazwini akho, Weyise ekumangalelweni kwakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nakanye! uThixo yena makabe nenyaniso, bonke abantu ke babe ngamaxoki; njengokuba kubhaliwe kwathiwa, Ukuze ube nokugwetyelwa emazwini akho, Weyise ekugwetyweni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nakanye! UThixo yena uhlala enyanisekile, nangona bangade bonke abantu babe ngamaxoki, njengoko *iziBhalo zitshoyo ukuthi: “Umelwe kukubonakala ngamazwi akho ukuba uthembekile, woyise ekuthethweni kwetyala lakho.”