Romans 3:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ukungalungisi kwetu ukuba kuyabonakalisa ubulungisa bukatixo, soti nina ke? Ungongalungileyo na utixo ohlisayo umsindo wake? (Ndiyateta njengokwabantu.)
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke ukuba ukuswela-kulungisa kwethu kuqondakalisa ubulungisa bukaThixo, sothini na? Uswele ukulungisa na uThixo, lo uhlisa umsindo wakhe? (Ndithetha ngokomntu.)
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke ukuba ukuswela-kulungisa kwethu kuqondakalisa ubulungisa bukaThixo, sothini na? Ulilungisa nguThixo na, ophindezelayo? (Ndithetha njengendoda)
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa ukungalungisi kwethu kucacisa ukulungisa kukaThixo, siya kuthini ke? Ngaba sinokuthi akalungisi uThixo xa abonakalisa umsindo wakhe, ngabula thina bantu?