Romans 3:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
He, yinina ukuba singa ti, njengokuba kutetwa ngati ngokugxeka, nanjengokuba besitsho inxenye ukuba siti: Masenze okukohlakeleyo, ukuze kuvele okulungileyo? abakugwetywa kufanelekile.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yini na ukuba singabi sesisithi (ngoko ke sinyeliswayo, ngoko ke abathile bathi, sithi thina), Masenze okubi, ukuze kuvele okulungileyo? abakugwetywa kuyeleleyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yini na ukuba singabi sesisithi (ngoko ke sinyeliswayo, ngoko ke abathile bathi, sithi thina), Masenze okubi, ukuze kuvele okulungileyo? abakugwetywa kuyeleleyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yini na ke ukuba singabi sesisithi: “Masenze okubi, ukuze kuvele okulungileyo”? Kakade abathile bandinyelisa besithi nditsho! Abo batshoyo baya kugwetywa ngokubafaneleyo!