Romans 4:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Lwatiwa nina ke ukubalwa? akuba ebesekwalukeni, akuba ebesekungalukini, kusinina? Ebengesekwalukeni, ebesekungalukini.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Lwathiwani na ke ngoko ukubalelwa kuye? Esekwalukeni, esekungalukini, sini na? Engekhona ekwalukeni; esekungalukini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwathiwani na ke ngoko ukubalelwa kuye? Wayekuko nokuba walukile na? Hayi, ndisekungalukini.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waba lilungisa nini? Kwakungaphambi kokwaluka kwakhe okanye emva kwako? Kwakungaphambi kokwaluka kwakhe.