Romans 4:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba bekungengawo umteto idinga labek elwa u‐Abrahame nenzalo yake, lokokuba abe yindlalifa yelizwe, bekungako ukulunga kwokolo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba ukumbeka ngedinga uAbraham, nokuba yimbewu yakhe, lokuba yindlalifa yalo ihlabathi, bekungengamthetho;bekungobulungisa bokholo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba ukumbeka ngedinga uAbraham, nembewu yakhe, lokuba yindlalifa yalo ihlabathi, bekungengomthetho; bekungobulungisa bokholo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UThixo wathembisa uAbraham nenzala yakhe ukuba ihlabathi baya kulima. Esi sithembiso asenziwanga ngakuba ethe wathobela umthetho kaMosis, kodwa wathenjiswa ngenxa yokuba wakholwa, waza wabalelwa ekubeni lilungisa nguThixo.