Romans 4:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokuba umteto uzuzisa umsindo; ngokuba apo kungeko kona umteto, kungeko nesigqito.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kuba umthetho usebenza ingqumbo. Ke apho kungekho mthetho, akukho sigqitho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kaloku umthetho usebenza ingqumbo. Ke apho kungekho mthetho, akukho sigqitho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ingqumbo kaThixo kaloku ibangwa kukwaphulwa komthetho wakhe; kodwa apho ungekhoyo umthetho akukho kwaphulwa kwamthetho.