Romans 4:19 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjako engebutataka ekukolweni, akakumbulela owake umzimba obusel’ ufile, epants’ ukuba yiminyaka elikulu ubudala bake, kwa nokufa kwesizalo sika‐Sara:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi, engebuthathaka nje ngokholo, akondela emzimbeni wakhe, obuselufile (emayela ekhulwini leminyaka ezelwe), kwanokufa kwesizalo sikaSara;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Akazange abe buthathaka elukholweni, akawukhathalelanga umzimba wakhe owawusele ufile, xa wayeneminyaka emalunga nekhulu ubudala, kwanakukufa kwesizalo sikaSara.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wayemayela nekhulu leminyaka ezelwe, kodwa akatyhafanga elukholweni akucinga ngokwaluphala kwakhe nangobudlolo bukaSara.